Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Duteronomi 1:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 nasentlango,+ apho wakubonayo ukukuthwala kukaYehova uThixo wakho+ kanye njengomntu ethwele unyana wakhe, kuyo yonke indlela enayihambayo de naza kufika kule ndawo.’+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
31 nasentlango,+ apho wakubonayo ukukuthwala kukaYehova uThixo wakho+ kanye njengomntu ethwele unyana wakhe, kuyo yonke indlela enayihambayo de naza kufika kule ndawo.’+