Isaya 55:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+ Hoseya 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko oonyana bakaSirayeli baya kubuya baze ngokuqinisekileyo bamfune uYehova uThixo wabo,+ noDavide ukumkani wabo;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuza begubha kuYehova+ nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.+ 1 Yohane 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukuba siyazivuma izono zethu,+ uthembekile yaye ulilungisa ukuba asixolele izono zethu aze asihlambulule kuyo yonke intswela-bulungisa.+
7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+
5 Emva koko oonyana bakaSirayeli baya kubuya baze ngokuqinisekileyo bamfune uYehova uThixo wabo,+ noDavide ukumkani wabo;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuza begubha kuYehova+ nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.+
9 Ukuba siyazivuma izono zethu,+ uthembekile yaye ulilungisa ukuba asixolele izono zethu aze asihlambulule kuyo yonke intswela-bulungisa.+