IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 20:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kamva wathi uYehova kuMoses nakuAron: “Ngenxa yokuba ningabonisanga lukholo kum ukuba nindingcwalise+ emehlweni oonyana bakaSirayeli, ngoko aniyi kulingenisa eli bandla ezweni endibanika lona.”+

  • Duteronomi 3:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Nyuka uye encotsheni yePisga+ uze uphakamisele amehlo akho entshona nasemntla nasemzantsi nasempuma, ubone ngamehlo akho, ngokuba akuyi kuyiwela le Yordan.+

  • Duteronomi 4:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “UYehova waba nomsindo kum ngenxa yenu,+ kangangokuba wafunga ukuba andiyi kuyiwela iYordan okanye ndiye ezweni elihle akunikayo uYehova uThixo wakho njengelifa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share