Duteronomi 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Namvukela uYehova+ kususela kwimini endanazi ngayo. Duteronomi 32:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko wathi, ‘Mandibufihle ubuso bam kubo,+Ndibone ukuba baya kuphelela phi na.Ngokuba basisizukulwana esigwenxa,+Ngoonyana abangathembekanga.+ Yoshuwa 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Nawuphi na umntu owuvukelayo umyalelo wakho+ aze angawaphulaphuli amazwi akho kuyo yonke into omyalela yona uya kubulawa.+ Kuphela yiba nesibindi womelele.”+ Nehemiya 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Noko ke, abazange bakuthobele+ baza bakuvukela+ baqhubeka bewunikela umva+ umthetho wakho, bababulala abaprofeti bakho,+ ababenikela ubungqina nxamnye nabo ukuze bababuyisele kuwe;+ yaye baqhubeka besenza izenzo zongakungabi nantlonelo okukhulu.+
20 Ngoko wathi, ‘Mandibufihle ubuso bam kubo,+Ndibone ukuba baya kuphelela phi na.Ngokuba basisizukulwana esigwenxa,+Ngoonyana abangathembekanga.+
18 Nawuphi na umntu owuvukelayo umyalelo wakho+ aze angawaphulaphuli amazwi akho kuyo yonke into omyalela yona uya kubulawa.+ Kuphela yiba nesibindi womelele.”+
26 “Noko ke, abazange bakuthobele+ baza bakuvukela+ baqhubeka bewunikela umva+ umthetho wakho, bababulala abaprofeti bakho,+ ababenikela ubungqina nxamnye nabo ukuze bababuyisele kuwe;+ yaye baqhubeka besenza izenzo zongakungabi nantlonelo okukhulu.+