INdumiso 96:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+ Isaya 44:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngubani na oyile uthixo okanye otyhide umfanekiso oqingqiweyo?+ Akubanga yingenelo konke konke oko.+ 1 Korinte 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+ 1 Korinte 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Hayi anditsho; kodwa ndithi izinto iintlanga ezizibingelelayo zizibingelela kwiidemon,+ kungekhona kuThixo; kwaye andifuni nibe nesabelo needemon.+
5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+
10 Ngubani na oyile uthixo okanye otyhide umfanekiso oqingqiweyo?+ Akubanga yingenelo konke konke oko.+
4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+
20 Hayi anditsho; kodwa ndithi izinto iintlanga ezizibingelelayo zizibingelela kwiidemon,+ kungekhona kuThixo; kwaye andifuni nibe nesabelo needemon.+