IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Zinjengonomgogwana kwintsimi yekomkomere, yaye azinakuthetha.+ Zimele zithwalwe, kuba azikwazi kuhamba.+ Musa ukuzoyika, kuba azinakwenza nto iyintlekele yaye, ngaphezu koko, azinako ukwenza nakuphi na okulungileyo.”+

  • IZenzo 19:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kanjalo, niyabona yaye niyeva ukuba akukho se-Efese+ kuphela kodwa phantse kuzo zonke izithili zaseAsiya, lo Pawulos weyisela isihlwele esikhulu waza wasiphethulela kolunye uluvo, esithi abo benziwe ngezandla+ asingabo oothixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share