Levitikus 26:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndiya kuthumela amarhamncwa asendle phakathi kwenu,+ aya kuthi ngokuqinisekileyo anihluthe abantwana benu,+ aqwenge nezilwanyana zenu zasekhaya, alinciphise inani lenu, neendlela zenu ziphanziswe.+ Yeremiya 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Kwaye ndiza kubamisela iintsapho ezine,’+ utsho uYehova, ‘ikrele lokubulala, nezinja ukuba zirhuqe, nezidalwa eziphaphazelayo zamazulu+ nezilo zomhlaba ukuba zidle nokuba zonakalise. Hezekile 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwaye ndiza kuthumela kuni indlala namarhamncwa enzakalisayo,+ akuhluthe abantwana, idlule ngawe indyikitya yokufa+ negazi,+ ndikuzisele nekrele.+ Mna, Yehova, ndithethile.’”
22 Ndiya kuthumela amarhamncwa asendle phakathi kwenu,+ aya kuthi ngokuqinisekileyo anihluthe abantwana benu,+ aqwenge nezilwanyana zenu zasekhaya, alinciphise inani lenu, neendlela zenu ziphanziswe.+
3 “‘Kwaye ndiza kubamisela iintsapho ezine,’+ utsho uYehova, ‘ikrele lokubulala, nezinja ukuba zirhuqe, nezidalwa eziphaphazelayo zamazulu+ nezilo zomhlaba ukuba zidle nokuba zonakalise.
17 Kwaye ndiza kuthumela kuni indlala namarhamncwa enzakalisayo,+ akuhluthe abantwana, idlule ngawe indyikitya yokufa+ negazi,+ ndikuzisele nekrele.+ Mna, Yehova, ndithethile.’”