INdumiso 107:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngubani na osisilumko? Uya kuthi kokubini agcine ezi zinto+Kwaye azibonise enikela ingqalelo kwizenzo zikaYehova zobubele bothando.+ Hoseya 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+ 1 Timoti 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ziphonononge ezi zinto;+ wendele kuzo, ukuze ukuhambela kwakho phambili+ kubonakale ebantwini bonke.
43 Ngubani na osisilumko? Uya kuthi kokubini agcine ezi zinto+Kwaye azibonise enikela ingqalelo kwizenzo zikaYehova zobubele bothando.+
9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+
15 Ziphonononge ezi zinto;+ wendele kuzo, ukuze ukuhambela kwakho phambili+ kubonakale ebantwini bonke.