Duteronomi 32:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ukuba ndithe eneneni ndalilola ikrele lam elimenyezelayo,+Sabambelela elugwebeni isandla sam,+Ndoyibuyisela impindezelo kwiintshaba zam+Ndibabuyekeze abo bandithiye kakhulu.+ Mika 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndiza kuphumeza impindezelo ndinomsindo nobushushu kwiintlanga ezingathobeliyo.”+ Luka 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 ngokuba yimihla yokuphunyezwa kokusesikweni leyo, ukuze kuzaliseke konke okubhaliweyo.+
41 Ukuba ndithe eneneni ndalilola ikrele lam elimenyezelayo,+Sabambelela elugwebeni isandla sam,+Ndoyibuyisela impindezelo kwiintshaba zam+Ndibabuyekeze abo bandithiye kakhulu.+