Duteronomi 32:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+ Duteronomi 32:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.” Yeremiya 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ndifanele ndingabaphendulisi na ngenxa yezi zinto,” utsho uYehova, “okanye kuhlanga olunjengolu umphefumlo wam ufanele ungaziphindezeleli na?+ Hoseya 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Kufike imihla yokunikela ingqalelo;+ kufike imihla yentlawulo efanelekileyo.+ Abo bakwaSirayeli baya kuyazi.+ Abaprofeti baya kuba zizidenge,+ umntu onamazwi aphefumlelweyo uya kuphambana ngenxa yobuninzi besiphoso sakho,+ kwanobuninzi benzondo yakho.”
35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+
43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.”
29 “Ndifanele ndingabaphendulisi na ngenxa yezi zinto,” utsho uYehova, “okanye kuhlanga olunjengolu umphefumlo wam ufanele ungaziphindezeleli na?+
7 “Kufike imihla yokunikela ingqalelo;+ kufike imihla yentlawulo efanelekileyo.+ Abo bakwaSirayeli baya kuyazi.+ Abaprofeti baya kuba zizidenge,+ umntu onamazwi aphefumlelweyo uya kuphambana ngenxa yobuninzi besiphoso sakho,+ kwanobuninzi benzondo yakho.”