Eksodus 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko walibiza igama laloo ndawo ngokuba yiMasa+ neMeribha,+ ngenxa yengxabano yoonyana bakaSirayeli nangenxa yokumvavanya kwabo uYehova,+ besithi: “Ukho na uYehova phakathi kwethu okanye akakho kusini na?”+ Duteronomi 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Nize ningamvavanyi+ uYehova uThixo wenu, njengoko namvavanyayo eMasa.+
7 Ngoko walibiza igama laloo ndawo ngokuba yiMasa+ neMeribha,+ ngenxa yengxabano yoonyana bakaSirayeli nangenxa yokumvavanya kwabo uYehova,+ besithi: “Ukho na uYehova phakathi kwethu okanye akakho kusini na?”+