IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wandula wathi: “Ukuba ndikholekile emehlweni akho, Yehova, nceda uhambe phakathi kwethu,+ kuba esi sizwana sintamo-lukhuni,+ ngoko ke sixolele isiphoso sethu nesono sethu,+ usenze ilifa lakho.”+

  • Duteronomi 31:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Wothi ke uvuthe umsindo wam kuso ngaloo mini,+ ndize ngokuqinisekileyo ndisishiye+ yaye ndibufihle ubuso bam kuso,+ sidliwe kuthi tu; sifikelwe yintlekele nakukubandezeleka okuninzi,+ yaye konyanzeleka sithi ngaloo mini, ‘Akungenxa yokuba uThixo engekho phakathi kwethu na le nto sifikelwe yile ntlekele?’+

  • IZenzo 7:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Ookhokho bethu bala ukumthobela, kodwa bamtyhalela bucala+ baza ezintliziyweni zabo babuyela eYiputa,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share