Eksodus 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wathi akubona uYehova ukuba uphambukile esiya kuhlolisisa, wambiza ngoko nangoko uThixo ephakathi etyholweni elinameva, wathi: “Moses! Moses!” wathi yena: “Ndilapha.”+ IZenzo 7:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Yaye kwakuzaliseka iminyaka engamashumi amane, kwabonakala kuye kwintlango yeNtaba yeSinayi ingelosi kwidangatye lomlilo kwityholo elinameva.+
4 Wathi akubona uYehova ukuba uphambukile esiya kuhlolisisa, wambiza ngoko nangoko uThixo ephakathi etyholweni elinameva, wathi: “Moses! Moses!” wathi yena: “Ndilapha.”+
30 “Yaye kwakuzaliseka iminyaka engamashumi amane, kwabonakala kuye kwintlango yeNtaba yeSinayi ingelosi kwidangatye lomlilo kwityholo elinameva.+