1 Kronike 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke bona oonyana bakaRubhen namaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase; kubafo abangamakroti,+ amadoda aphatha ikhaka nekrele nagoba isaphetha naqeqeshelwe imfazwe, babengamashumi amane anesine amawaka anamakhulu asixhenxe anamashumi mathandathu ababephuma umkhosi.+ 1 Kronike 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Bancediswa ekulweni nabo, ada amaHagri nabo bonke abo babekunye nawo banikelwa esandleni sabo, kuba bamemeza becela uncedo+ kuThixo emfazweni, waza wasabela kwisibongozo sabo ngenxa yokuba babekholose ngaye.+
18 Ke bona oonyana bakaRubhen namaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase; kubafo abangamakroti,+ amadoda aphatha ikhaka nekrele nagoba isaphetha naqeqeshelwe imfazwe, babengamashumi amane anesine amawaka anamakhulu asixhenxe anamashumi mathandathu ababephuma umkhosi.+
20 Bancediswa ekulweni nabo, ada amaHagri nabo bonke abo babekunye nawo banikelwa esandleni sabo, kuba bamemeza becela uncedo+ kuThixo emfazweni, waza wasabela kwisibongozo sabo ngenxa yokuba babekholose ngaye.+