INdumiso 127:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Khangela! Oonyana balilifa elivela kuYehova;+Isiqhamo sesisu singumvuzo.+ INdumiso 128:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umfazi wakho uya kuba njengomdiliya othwala isiqhamo+Kwezona nxalenye zingaphakathi zendlu yakho.Oonyana bakho baya kuba njengezithole zomnquma+ bajikeleze itafile yakho.
3 Umfazi wakho uya kuba njengomdiliya othwala isiqhamo+Kwezona nxalenye zingaphakathi zendlu yakho.Oonyana bakho baya kuba njengezithole zomnquma+ bajikeleze itafile yakho.