Numeri 35:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nimele nizikhethele izixeko ezifanelekileyo kuni. Ziya kuba zizixeko zenu zokusabela, yaye simele sibalekele kuzo isibulala-mntu esibethe sabulala umphefumlo singaqondanga.+ Numeri 35:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “‘Kodwa ukuba uthe wamtyhala ngokungalindelekanga engenabutshaba okanye waphosa nayiphi na into ngakuye engamlalelanga,+
11 Nimele nizikhethele izixeko ezifanelekileyo kuni. Ziya kuba zizixeko zenu zokusabela, yaye simele sibalekele kuzo isibulala-mntu esibethe sabulala umphefumlo singaqondanga.+
22 “‘Kodwa ukuba uthe wamtyhala ngokungalindelekanga engenabutshaba okanye waphosa nayiphi na into ngakuye engamlalelanga,+