IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 18:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Nimele niyigcine imithetho yam nemimiselo yam, awothi umntu ozenzayo ezo zinto, aphile ngazo.+ NdinguYehova.+

  • Duteronomi 4:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yabona, ndinifundise imimiselo+ nezigwebo,+ kanye njengoko ndayalelwayo nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngaloo ndlela phakathi kwelizwe eniya kulo ukuba nilidle ilifa.

  • Nehemiya 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wehla+ eNtabeni yeSinayi wathetha nabo usezulwini,+ wahlabela mgama wabanika izigwebo+ ezithe tye nemithetho yenyaniso,+ imimiselo elungileyo+ nemiyalelo.+

  • INdumiso 119:164
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 164 Ndikudumise izihlandlo ezisixhenxe ngosuku+

      Ngenxa yezigwebo zakho zobulungisa.+

  • Hezekile 20:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘“Ndabanika imimiselo yam;+ ndabazisa nezigwebo zam,+ ukuze umntu ozenzayo abe nokuphila ngazo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share