IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 8:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko wakuthoba, wakulambisa,+ wakudlisa imana,+ into obungayazi, ababengayazi nooyihlo; ukuze akwazise ukuba akaphili ngasonka sodwa umntu kodwa uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.+

  • Duteronomi 30:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 [Ukuba uthe wayiphulaphula imiyalelo kaYehova uThixo wakho,] endikuyalela yona namhlanje, yokuba umthande uYehova uThixo+ wakho, uhambe ngeendlela zakhe, ugcine imiyalelo yakhe+ nemimiselo yakhe nezigwebo zakhe,+ ngokuqinisekileyo ke wophila,+ wande, akusikelele uYehova uThixo wakho kwelo lizwe uya kulo ukuba ulidle ilifa.+

  • Luka 10:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Wathi kuye: “Uphendule ngokuchanileyo; ‘hlala usenza oko yaye uya kufumana ubomi.’”+

  • Roma 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba uMoses ubhala athi umntu oye wabenza ubulungisa boMthetho uya kuphila ngabo.+

  • Galati 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke kaloku uMthetho lo wona awubambeleli lukholweni, kodwa “lowo uzenzayo ezo zinto uya kuphila ngazo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share