Duteronomi 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Uze uzidle zonke izizwana ezo akunikayo uYehova uThixo wakho.+ Iliso lakho malingabi nosizi ngazo;+ ungabakhonzi oothixo bazo,+ ngokuba kuya kuba ngumgibe oko kuwe.+ ABagwebi 8:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye uGidiyon wenza ngazo iefodi,+ wabonisa ngayo esixekweni sakhe iOfra;+ kwaye wonke uSirayeli waqalisa ukuba neentlobano zokuziphatha okubi nayo apho,+ kangangokuba yaba ngumgibe kuGidiyon nakwindlu yakhe.+
16 Uze uzidle zonke izizwana ezo akunikayo uYehova uThixo wakho.+ Iliso lakho malingabi nosizi ngazo;+ ungabakhonzi oothixo bazo,+ ngokuba kuya kuba ngumgibe oko kuwe.+
27 Yaye uGidiyon wenza ngazo iefodi,+ wabonisa ngayo esixekweni sakhe iOfra;+ kwaye wonke uSirayeli waqalisa ukuba neentlobano zokuziphatha okubi nayo apho,+ kangangokuba yaba ngumgibe kuGidiyon nakwindlu yakhe.+