Numeri 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 USihon akamvumelanga uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe,+ kodwa uSihon wabahlanganisa bonke abantu bakhe waphuma waya kumhlangabeza uSirayeli entlango, wafika eYahatsa+ walwa noSirayeli. Yoshuwa 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 USihon+ ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon,+ elawula ukususela eArohere,+ eyayiselunxwemeni lwentlambo yaseArnon,+ naphakathi kwentlambo, nakwisiqingatha seGiliyadi ukuya kufikelela entlanjeni yaseYabhoki,+ umda woonyana baka-Amoni,
23 USihon akamvumelanga uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe,+ kodwa uSihon wabahlanganisa bonke abantu bakhe waphuma waya kumhlangabeza uSirayeli entlango, wafika eYahatsa+ walwa noSirayeli.
2 USihon+ ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon,+ elawula ukususela eArohere,+ eyayiselunxwemeni lwentlambo yaseArnon,+ naphakathi kwentlambo, nakwisiqingatha seGiliyadi ukuya kufikelela entlanjeni yaseYabhoki,+ umda woonyana baka-Amoni,