2 Korinte 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba nakuba imbandezelo iyeyokomzuzwana+ yaye incinane, isizisela uzuko olugqwese ngakumbi nangakumbi nolungunaphakade;+ Hebhere 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Enyanisweni, akukho ngqeqesho ibonakala ivuyisa okwangoku, kodwa ibuhlungu;+ ukanti kamva ivelisa isiqhamo soxolo,+ oko kukuthi, ubulungisa,+ kwabo baqeqeshiweyo yiyo. 1 Petros 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ukuze umlinganiselo ovavanyiweyo wokholo lwenu,+ oluxabiso likhulu ngakumbi kunegolide etshabalalayo phezu kwako nje ukucikidwa kwayo ngomlilo,+ ufunyanwe ungunobangela wendumiso nozuko nembeko ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.
17 Kuba nakuba imbandezelo iyeyokomzuzwana+ yaye incinane, isizisela uzuko olugqwese ngakumbi nangakumbi nolungunaphakade;+
11 Enyanisweni, akukho ngqeqesho ibonakala ivuyisa okwangoku, kodwa ibuhlungu;+ ukanti kamva ivelisa isiqhamo soxolo,+ oko kukuthi, ubulungisa,+ kwabo baqeqeshiweyo yiyo.
7 ukuze umlinganiselo ovavanyiweyo wokholo lwenu,+ oluxabiso likhulu ngakumbi kunegolide etshabalalayo phezu kwako nje ukucikidwa kwayo ngomlilo,+ ufunyanwe ungunobangela wendumiso nozuko nembeko ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.