Duteronomi 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa ke phezu kwalo nje elo lizwi anikholwanga kuYehova uThixo wenu,+ INdumiso 106:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Balicekisa ilizwe elinqwenelekayo;+Babengakholwa lilizwi lakhe.+ Hebhere 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko siyabona ukuba ababanga nakungena ngenxa yokuswela ukholo.+