IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 UYehova uya kunilwela,+ ke nina niya kuthi cwaka.”

  • Duteronomi 20:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 kuba uYehova uThixo wenu uhamba nani ukuba anilwele kwiintshaba zenu, anisindise.’+

  • Yoshuwa 10:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Waza uYoshuwa wabathimba bonke aba kumkani nelizwe labo ngaxa linye,+ ngenxa yokuba yayinguYehova uTHIXO kaSirayeli owayelwela uSirayeli.+

  • 2 Kronike 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UAsa wabiza kuYehova uThixo wakhe+ wathi: “Owu Yehova, ngokuphathelele ukunceda, akunamsebenzi kuwe enoba baninzi okanye ngabo bangenamandla.+ Khawusincede, Yehova Thixo wethu, kuba sayama ngawe,+ siza nxamnye nesi sihlwele ngegama lakho.+ Owu Yehova, unguThixo wethu.+ Musa ukuvumela umntu ofayo abe namandla nxamnye nawe.”+

  • INdumiso 46:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UYehova wemikhosi unathi;+

      UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share