Duteronomi 1:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 NguYehova uThixo wenu ohamba phambi kwenu. Yena wonilwela+ njengako konke awanenzelayo eYiputa emehlweni enu,+ Duteronomi 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba uYehova uThixo wenu uhamba nani ukuba anilwele kwiintshaba zenu, anisindise.’+ 2 Kronike 20:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye ukunkwantya+ kuThixo kwaba kubo bonke ubukumkani bamazwe bakuva ukuba uYehova wayelwe nxamnye neentshaba zikaSirayeli.+
30 NguYehova uThixo wenu ohamba phambi kwenu. Yena wonilwela+ njengako konke awanenzelayo eYiputa emehlweni enu,+
29 Yaye ukunkwantya+ kuThixo kwaba kubo bonke ubukumkani bamazwe bakuva ukuba uYehova wayelwe nxamnye neentshaba zikaSirayeli.+