IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 29:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ngoko ke makungabikho phakathi kwenu indoda okanye umfazi okanye intsapho okanye isizwe esintliziyo iphambukayo namhlanje kuYehova uThixo wethu, iye kukhonza oothixo bezo ntlanga;+ mayingabikho phakathi kwenu ingcambu evelisa isiqhamo sesityalo esinetyhefu nomhlonyane.+

  • 1 Samuweli 12:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kodwa ukuba nithe ngokuphandle nenza okubi,+ niya kutshayelwa, kokubini nina nokumkani wenu.”+

  • Hebhere 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Lumkani, bazalwana, kungaveli nakuwuphi na kuni onentliziyo engendawo eswele ukholo ngokuthi imke kuThixo ophilayo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share