IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ndithumele imvakalelo yokudakumba phambi kwakho,+ iwagxothe amaHivi namaKanan namaHiti asuke phambi kwakho.+

  • Duteronomi 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Akungabulungisa bakho+ nokuthi tye kwentliziyo yakho+ le nto ungenayo ukuze ulidle ilifa ilizwe lazo; enyanisweni, kungenxa yobungendawo bezi ntlanga le nto uYehova uThixo wakho azigxothayo phambi kwakho,+ nokuze aliphumeze ilizwi elo uYehova walifungela ookhokho bakho, uAbraham,+ uIsake+ noYakobi.+

  • Yoshuwa 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Emva koko uYoshuwa wathi: “Ngako oko niya kwazi ukuba uThixo ophilayo uphakathi kwenu,+ nokuthi uya kuwagxotha phambi kwenu amaKanan namaHiti namaHivi namaPerizi namaGirgashi nama-Amori namaYebhusi.+

  • INdumiso 44:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Wena wazigxotha iintshaba ngesandla sakho,+

      Waza esikhundleni soko wabatyala.+

      Wawaphula amaqela eentlanga waza wawandulula.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share