Yoshuwa 24:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Naza nawela iYordan+ naya kufika eYeriko.+ Kwaye abanini-mhlaba eYeriko, ama-Amori namaPerizi namaKanan namaHiti namaGirgashi, amaHivi namaYebhusi alwa nani; kodwa ndawanikela esandleni senu.+
11 “‘Naza nawela iYordan+ naya kufika eYeriko.+ Kwaye abanini-mhlaba eYeriko, ama-Amori namaPerizi namaKanan namaHiti namaGirgashi, amaHivi namaYebhusi alwa nani; kodwa ndawanikela esandleni senu.+