Levitikus 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nehagu,+ ngokuba iluthe gqiphu uphuphu, lwacandeka kubini uphuphu lwayo, kodwa ayiwetyisi umetyiso. Ayihlambulukanga kuni. Isaya 65:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 behlala phakathi kweendawo zokungcwaba,+ bechitha ubusuku kwizindlwana zokulinda, besidla inyama yehagu,+ ezityeni zabo ingumhluzi wezinto+ ezingcolileyo; Isaya 66:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Abo bazingcwalisayo baze bazihlambululele imiyezo+ emva kwalowo usesazulwini, besidla inyama yehagu+ nento elizothe, kwanempuku etsibayo,+ xa bebonke baya kufikelela esiphelweni sabo,” utsho uYehova.
7 Nehagu,+ ngokuba iluthe gqiphu uphuphu, lwacandeka kubini uphuphu lwayo, kodwa ayiwetyisi umetyiso. Ayihlambulukanga kuni.
4 behlala phakathi kweendawo zokungcwaba,+ bechitha ubusuku kwizindlwana zokulinda, besidla inyama yehagu,+ ezityeni zabo ingumhluzi wezinto+ ezingcolileyo;
17 Abo bazingcwalisayo baze bazihlambululele imiyezo+ emva kwalowo usesazulwini, besidla inyama yehagu+ nento elizothe, kwanempuku etsibayo,+ xa bebonke baya kufikelela esiphelweni sabo,” utsho uYehova.