Levitikus 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nehagu,+ ngokuba iluthe gqiphu uphuphu, lwacandeka kubini uphuphu lwayo, kodwa ayiwetyisi umetyiso. Ayihlambulukanga kuni. Duteronomi 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Nehagu,+ ngokuba iluthe gqiphu uphuphu kodwa ayetyisi. Ayihlambulukanga ke kuni. Inyama yazo nize ningayidli, nezidumbu zazo ningazichukumisi.+ Isaya 66:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Abo bazingcwalisayo baze bazihlambululele imiyezo+ emva kwalowo usesazulwini, besidla inyama yehagu+ nento elizothe, kwanempuku etsibayo,+ xa bebonke baya kufikelela esiphelweni sabo,” utsho uYehova.
7 Nehagu,+ ngokuba iluthe gqiphu uphuphu, lwacandeka kubini uphuphu lwayo, kodwa ayiwetyisi umetyiso. Ayihlambulukanga kuni.
8 Nehagu,+ ngokuba iluthe gqiphu uphuphu kodwa ayetyisi. Ayihlambulukanga ke kuni. Inyama yazo nize ningayidli, nezidumbu zazo ningazichukumisi.+
17 Abo bazingcwalisayo baze bazihlambululele imiyezo+ emva kwalowo usesazulwini, besidla inyama yehagu+ nento elizothe, kwanempuku etsibayo,+ xa bebonke baya kufikelela esiphelweni sabo,” utsho uYehova.