IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 22:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Nantoni na enesiphene nize ningayisondezi,+ ngokuba ayisayi kunizisela inkoliseko.

  • Duteronomi 17:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Uze ungabingeleli kuYehova uThixo wakho inkunzi yenkomo okanye igusha enesiphene, nayo nantoni na embi; ngokuba oko ukucekisile uYehova uThixo wakho.+

  • Malaki 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Naxa ninikela isilwanyana esiyimfama ukuba sibingelelwe: “Akunto imbi oko.” Naxa ninikela isilwanyana esisisiqhwala okanye esigulayo: “Akunto imbi oko.”’”+

      “Khawuncede, usisondeze kwirhuluneli yakho. Iya kukholiswa na nguwe, okanye iya kukwamkela ngobubele na?” utsho uYehova wemikhosi.

  • Hebhere 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 liya kuba nako ngakumbi kangakanani na ke lona igazi+ likaKristu, owathi ngomoya ongunaphakade wazinikela+ kuThixo engenasiphako, ukuhlambulula+ izazela zethu kwimisebenzi efileyo+ ukuze sinikele inkonzo engcwele+ kuThixo ophilayo?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share