Levitikus 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Nantoni na enesiphene nize ningayisondezi,+ ngokuba ayisayi kunizisela inkoliseko. Duteronomi 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukuba kwenzekile laba nesiphene, laqhwalela, laba yimfama, okanye laba naso nasiphi na isiphene esibi, uze ungabingeleli ngalo kuYehova uThixo wakho.+
21 Ukuba kwenzekile laba nesiphene, laqhwalela, laba yimfama, okanye laba naso nasiphi na isiphene esibi, uze ungabingeleli ngalo kuYehova uThixo wakho.+