Eksodus 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Bamele bayidle inyama ngobo busuku.+ Bayidle yosiwe ngomlilo kunye namaqebengwana angenagwele+ nemifuno ekrakra.+ 2 Kronike 35:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bawupheka+ umnikelo wepasika+ ngomlilo ngokwesiko; nezinto ezingcwalisiweyo bazipheka+ ngeembiza zokupheka nangeembiza ezimbundu usisangqa nangezitya zezidlo, emva koko bazizisa ngokukhawuleza kubo bonke oonyana babantu.+
8 “‘Bamele bayidle inyama ngobo busuku.+ Bayidle yosiwe ngomlilo kunye namaqebengwana angenagwele+ nemifuno ekrakra.+
13 Bawupheka+ umnikelo wepasika+ ngomlilo ngokwesiko; nezinto ezingcwalisiweyo bazipheka+ ngeembiza zokupheka nangeembiza ezimbundu usisangqa nangezitya zezidlo, emva koko bazizisa ngokukhawuleza kubo bonke oonyana babantu.+