IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wathi uMoses ebantwini: “Lukhumbuleni olu suku niphume ngalo eYiputa,+ endlwini yobukhoboka, kuba uYehova unikhuphe apha ngesandla esinamandla.+ Ngoko ke makungadliwa nto inegwele.+

  • Eksodus 34:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “Uze ungawuxheli ndawonye nento enegwele umbingelelo wam wegazi.+ Nombingelelo womthendeleko wepasika uze ungahlali kude kuse.+

  • Duteronomi 16:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze ungadli nto inegwele kunye nayo kangangeentsuku ezisixhenxe.+ Ufanele uyidle kunye namaqebengwana angenagwele, isonka senkxwaleko, ngokuba waphuma ngokungxama ezweni laseYiputa,+ ukuze uwukhumbule umhla wokuphuma kwakho ezweni laseYiputa yonke imihla yobomi bakho.+

  • 1 Korinte 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngenxa yoko masigcine umthendeleko,+ kungekhona ngegwele elidala,+ nangegwele+ lobubi nobungendawo,+ kodwa ngamaqebengwana angenagwele okunyaniseka nenyaniso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share