Duteronomi 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 abo bantu babini babambeneyo bamele bame phambi koYehova, phambi kwababingeleli nabagwebi abaya kubakho ngaloo mihla.+ Duteronomi 21:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Bofika ababingeleli, oonyana bakaLevi, ngokuba unyule bona uYehova uThixo wakho ukuba balungiselele kuye+ nokuba basikelele+ egameni likaYehova, kulanyulwe ngokomlomo wabo ukuphikisana konke okuphathelele nasiphi na isenzo sogonyamelo.+ Hagayi 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Khanincede, nibuze ababingeleli umthetho,+ nithi: Malaki 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+
17 abo bantu babini babambeneyo bamele bame phambi koYehova, phambi kwababingeleli nabagwebi abaya kubakho ngaloo mihla.+
5 “Bofika ababingeleli, oonyana bakaLevi, ngokuba unyule bona uYehova uThixo wakho ukuba balungiselele kuye+ nokuba basikelele+ egameni likaYehova, kulanyulwe ngokomlomo wabo ukuphikisana konke okuphathelele nasiphi na isenzo sogonyamelo.+
7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+