Levitikus 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 nokuze bafundiswe oonyana bakaSirayeli+ yonke imimiselo ayithethileyo uYehova kubo ngoMoses.” Duteronomi 33:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mabamyalele uYakobi ngemimiselo yakho+NoSirayeli ngomthetho wakho.+Mababeke isiqhumiso emathatheni akho+Nomnikelo opheleleyo esibingelelweni sakho.+ Hezekile 44:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “‘Yaye bafanele babayalele abantu bam umahluko phakathi kwento engcwele nento ehlanjelweyo; nomahluko phakathi koko kungahlambulukanga noko kuhlambulukileyo bafanele babenze bawazi.+ Malaki 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+ Tito 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ebambelele ngokuqinileyo elizwini elithembekileyo njengesiseko sobugcisa bakhe bokufundisa,+ ukuze akwazi ukubongoza ngemfundiso ephilileyo+ nokubohlwaya+ abo baphikisayo.
10 Mabamyalele uYakobi ngemimiselo yakho+NoSirayeli ngomthetho wakho.+Mababeke isiqhumiso emathatheni akho+Nomnikelo opheleleyo esibingelelweni sakho.+
23 “‘Yaye bafanele babayalele abantu bam umahluko phakathi kwento engcwele nento ehlanjelweyo; nomahluko phakathi koko kungahlambulukanga noko kuhlambulukileyo bafanele babenze bawazi.+
7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+
9 ebambelele ngokuqinileyo elizwini elithembekileyo njengesiseko sobugcisa bakhe bokufundisa,+ ukuze akwazi ukubongoza ngemfundiso ephilileyo+ nokubohlwaya+ abo baphikisayo.