INdumiso 19:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Nakwizenzo zokukhukhumala mnqande umkhonzi wakho;+Musa ukuzivumela zindilawule.+Ngaloo ndlela ndiya kugqibelela,+Ndize ndihlale ndimsulwa ekunxaxheni. IMizekeliso 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kufikile na ukukhukhumala? Ngoko ihlazo liyeza;+ kodwa bunabathozamileyo ubulumko.+ Hoseya 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Noko ke, makungabikho mntu usukuzana nomnye,+ umntu makangamohlwayi omnye, kuba abantu bakho banjengabasukuzana nombingeleli.+
13 Nakwizenzo zokukhukhumala mnqande umkhonzi wakho;+Musa ukuzivumela zindilawule.+Ngaloo ndlela ndiya kugqibelela,+Ndize ndihlale ndimsulwa ekunxaxheni.
4 “Noko ke, makungabikho mntu usukuzana nomnye,+ umntu makangamohlwayi omnye, kuba abantu bakho banjengabasukuzana nombingeleli.+