Genesis 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uTHIXO oyinyaniso wathi kuye ephupheni: “Nam ndiyazi ukuba ukwenze ngentliziyo enyanisekileyo oku,+ ndaza ke ndakunqanda ukuba ungoni kum.+ Kungenxa yoko le nto ndingakuvumelanga ukuba umchukumise.+ Duteronomi 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umntu othe wakhukhumala ngokuthi angamphulaphuli umbingeleli lowo omiyo, olungiselela khona kuYehova uThixo wakho, nomgwebi lowo,+ makafe+ loo mntu; ubutshayele ububi kwaSirayeli.+ 1 Samuweli 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kuba imvukelo+ iyafana nesono sokuvumisa,+ nokunyanzelisa ngekratshi nqwa nokusebenzisa amandla angaqhelekanga nemilonde-khaya.+ Ekubeni uligatyile ilizwi likaYehova,+ ngako oko naye uyakugatya ekubeni ngukumkani.”+ 2 Samuweli 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wavutha ke umsindo kaYehova+ ku-Uza yaye uTHIXO oyinyaniso wambetha+ apho ngenxa yeso senzo sokungahloneli Thixo, wafela apho kufuphi netyeya kaTHIXO oyinyaniso.+ 2 Kronike 26:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Noko ke, wathi kamsinya nje akomelela, intliziyo yakhe yaba nekratshi+ ukusa kwinqanaba lokonakala,+ kangangokuba wenza ngokungathembeki kuYehova uThixo wakhe wangena etempileni kaYehova ukuba atshise isiqhumiso esibingelelweni sesiqhumiso.+
6 Ngoko uTHIXO oyinyaniso wathi kuye ephupheni: “Nam ndiyazi ukuba ukwenze ngentliziyo enyanisekileyo oku,+ ndaza ke ndakunqanda ukuba ungoni kum.+ Kungenxa yoko le nto ndingakuvumelanga ukuba umchukumise.+
12 Umntu othe wakhukhumala ngokuthi angamphulaphuli umbingeleli lowo omiyo, olungiselela khona kuYehova uThixo wakho, nomgwebi lowo,+ makafe+ loo mntu; ubutshayele ububi kwaSirayeli.+
23 kuba imvukelo+ iyafana nesono sokuvumisa,+ nokunyanzelisa ngekratshi nqwa nokusebenzisa amandla angaqhelekanga nemilonde-khaya.+ Ekubeni uligatyile ilizwi likaYehova,+ ngako oko naye uyakugatya ekubeni ngukumkani.”+
7 Wavutha ke umsindo kaYehova+ ku-Uza yaye uTHIXO oyinyaniso wambetha+ apho ngenxa yeso senzo sokungahloneli Thixo, wafela apho kufuphi netyeya kaTHIXO oyinyaniso.+
16 Noko ke, wathi kamsinya nje akomelela, intliziyo yakhe yaba nekratshi+ ukusa kwinqanaba lokonakala,+ kangangokuba wenza ngokungathembeki kuYehova uThixo wakhe wangena etempileni kaYehova ukuba atshise isiqhumiso esibingelelweni sesiqhumiso.+