Numeri 27:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wakuba ulibonile, uya kuthi ke nawe uhlanganiselwe ebantwini bakowenu,+ ewe, wena, kanye njengokuba wahlanganiselwayo noAron umntakwenu,+ Duteronomi 31:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 wathi kuye: “Ndinekhulu elinamashumi mabini eminyaka ubudala namhlanje.+ Andisayi kuphinda ndivunyelwe ukuba ndiphume ndingena,+ njengoko uYehova ethe kum, ‘Akusayi kuyiwela le Yordan.’+
13 Wakuba ulibonile, uya kuthi ke nawe uhlanganiselwe ebantwini bakowenu,+ ewe, wena, kanye njengokuba wahlanganiselwayo noAron umntakwenu,+
2 wathi kuye: “Ndinekhulu elinamashumi mabini eminyaka ubudala namhlanje.+ Andisayi kuphinda ndivunyelwe ukuba ndiphume ndingena,+ njengoko uYehova ethe kum, ‘Akusayi kuyiwela le Yordan.’+