Numeri 35:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Izixeko eniya kubanika zona ziya kuthatyathwa elifeni loonyana bakaSirayeli.+ Kwabaninzi uya kuthabatha ezininzi, kwabambalwa uya kuthabatha ezimbalwa.+ Ngamnye, ngokomlinganiselo welifa aya kulidla, uya kunikela ezinye zezixeko zakhe kubaLevi.”
8 Izixeko eniya kubanika zona ziya kuthatyathwa elifeni loonyana bakaSirayeli.+ Kwabaninzi uya kuthabatha ezininzi, kwabambalwa uya kuthabatha ezimbalwa.+ Ngamnye, ngokomlinganiselo welifa aya kulidla, uya kunikela ezinye zezixeko zakhe kubaLevi.”