Yoshuwa 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda. ABagwebi 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ekuhambeni kwexesha uAbhimeleki+ unyana kaYerubhahali waya kwaShekem+ kubantakwabo nina waza wathetha kubo nakuyo yonke intsapho yendlu kayise kanina, esithi: 1 Kumkani 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 URehobhoham+ waya kwaShekem, kuba wonke uSirayeli wayeze kumenza ukumkani kwaShekem.+
7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda.
9 Ekuhambeni kwexesha uAbhimeleki+ unyana kaYerubhahali waya kwaShekem+ kubantakwabo nina waza wathetha kubo nakuyo yonke intsapho yendlu kayise kanina, esithi: