Genesis 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Walityhutyha ke uAbram ilizwe elo wada waya kufikelela kwindawo yakwaShekem,+ kufuphi nemithi emikhulu kaMore;+ yaye ngelo xesha kwakukho amaKanan kwelo lizwe. Genesis 33:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ekuhambeni kwexesha uYakobi wafika enqabisekile kwisixeko sakwaShekem,+ esisezweni lakwaKanan,+ evela ePadan-aram;+ yaye wamisa inkampu phambi kweso sixeko. Yoshuwa 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda. ABagwebi 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ekuhambeni kwexesha uAbhimeleki+ unyana kaYerubhahali waya kwaShekem+ kubantakwabo nina waza wathetha kubo nakuyo yonke intsapho yendlu kayise kanina, esithi: IZenzo 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 kwaye bafuduselwa kwaShekem+ baza babekwa kwingcwaba+ uAbraham awayelithenge ngexabiso lemali yesilivere koonyana bakaHamore kwaShekem.+
6 Walityhutyha ke uAbram ilizwe elo wada waya kufikelela kwindawo yakwaShekem,+ kufuphi nemithi emikhulu kaMore;+ yaye ngelo xesha kwakukho amaKanan kwelo lizwe.
18 Ekuhambeni kwexesha uYakobi wafika enqabisekile kwisixeko sakwaShekem,+ esisezweni lakwaKanan,+ evela ePadan-aram;+ yaye wamisa inkampu phambi kweso sixeko.
7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda.
9 Ekuhambeni kwexesha uAbhimeleki+ unyana kaYerubhahali waya kwaShekem+ kubantakwabo nina waza wathetha kubo nakuyo yonke intsapho yendlu kayise kanina, esithi:
16 kwaye bafuduselwa kwaShekem+ baza babekwa kwingcwaba+ uAbraham awayelithenge ngexabiso lemali yesilivere koonyana bakaHamore kwaShekem.+