Eksodus 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kodwa ndibenzela ububele bothando kuse kwisizukulwana sewaka abo bandithandayo nabayigcinayo imiyalelo yam.+ Duteronomi 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke+ nangamandla akho onke.+ Duteronomi 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ngoko ke uze umthande uYehova uThixo wakho,+ ugcine imbopheleleko yakho kuye nemimiselo yakhe nezigwebo zakhe+ nemiyalelo yakhe ngamaxesha onke. Mateyu 22:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Wathi kuye: “‘Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangengqondo yakho iphela.’+
6 kodwa ndibenzela ububele bothando kuse kwisizukulwana sewaka abo bandithandayo nabayigcinayo imiyalelo yam.+
5 Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke+ nangamandla akho onke.+
11 “Ngoko ke uze umthande uYehova uThixo wakho,+ ugcine imbopheleleko yakho kuye nemimiselo yakhe nezigwebo zakhe+ nemiyalelo yakhe ngamaxesha onke.
37 Wathi kuye: “‘Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangengqondo yakho iphela.’+