Numeri 25:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Amabhinqa lawo ababizela abantu emibingelelweni yoothixo bawo,+ badla abantu baza baqubuda koothixo bawo.+ Numeri 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uSirayeli wazibandakanya noBhahali wasePehore;+ waza wavutha umsindo kaYehova kuSirayeli.+ Duteronomi 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Nizibonele ngamehlo oko uYehova wakwenzayo kuBhahali wasePehore,+ ukuba uYehova uThixo wenu wambhubhisa phakathi kwenu wonke umntu owayelandela uBhahali wasePehore.+
2 Amabhinqa lawo ababizela abantu emibingelelweni yoothixo bawo,+ badla abantu baza baqubuda koothixo bawo.+
3 “Nizibonele ngamehlo oko uYehova wakwenzayo kuBhahali wasePehore,+ ukuba uYehova uThixo wenu wambhubhisa phakathi kwenu wonke umntu owayelandela uBhahali wasePehore.+