INdumiso 50:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Lowo Ungokobuthixo,+ uThixo, uYehova,+ uthethile,+Yaye ubiza umhlaba,+Kususela ekuphumeni kwelanga de litshone.+ IZenzo 17:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+
50 Lowo Ungokobuthixo,+ uThixo, uYehova,+ uthethile,+Yaye ubiza umhlaba,+Kususela ekuphumeni kwelanga de litshone.+
29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+