Duteronomi 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa endaweni aya kuyinyula uYehova kwesinye sezizwe zenu, ufanele uyinikele khona iminikelo yakho etshiswayo, ukwenze khona konke endikuyalela kona.+ 2 Kronike 32:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 AsingoHezekiya na lo owazisusayo iindawo eziphakamileyo+ nezibingelelo zakhe+ wandula wathi kuYuda naseYerusalem: “Nifanele niqubude+ phambi kwesibingelelo esinye+ nize niqhumise umbingelelo phezu kwaso”?+
14 Kodwa endaweni aya kuyinyula uYehova kwesinye sezizwe zenu, ufanele uyinikele khona iminikelo yakho etshiswayo, ukwenze khona konke endikuyalela kona.+
12 AsingoHezekiya na lo owazisusayo iindawo eziphakamileyo+ nezibingelelo zakhe+ wandula wathi kuYuda naseYerusalem: “Nifanele niqubude+ phambi kwesibingelelo esinye+ nize niqhumise umbingelelo phezu kwaso”?+