IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 18:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ukuba kunokwenzeka nithi kum, ‘Sikholose ngoYehova+ uThixo wethu,’+ asinguye na lowo uHezekiya+ ashenxise iindawo zakhe eziphakamileyo+ nezibingelelo zakhe, ngoxa esithi kuYuda neYerusalem, ‘Ufanele uqubude eYerusalem phambi kwesi sibingelelo’?”’+

  • 2 Kronike 31:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngokukhawuleza nje bakukugqiba konke oku, amaSirayeli onke+ awayefunyanwa ezixekweni zakwaYuda,+ aqhekeza iintsika ezingcwele+ aza agawula izibonda ezingcwele+ adiliza iindawo eziphakamileyo+ nezibingelelo+ kulo lonke elakwaYuda+ nelakwaBhenjamin nakwaEfrayim+ nakwaManase+ bade bazigqiba; emva koko bonke oonyana bakaSirayeli babuyela ezixekweni zabo, ngamnye kwilifa lakhe.

  • Isaya 36:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ukuba kunokwenzeka uthi kum, ‘Sikholose ngoYehova uThixo wethu,’ asinguye na lowo uHezekiya ashenxise+ iindawo zakhe eziphakamileyo+ nezibingelelo zakhe, ngoxa esithi kuYuda neYerusalem, ‘Ufanele uqubude phambi kwesi sibingelelo’?”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share