Duteronomi 5:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Nize nikunyamekele ukwenza kanye njengoko eniyalele uYehova uThixo wenu.+ Ningajikeli ekunene okanye ekhohlo.+ Duteronomi 12:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Onke amazwi endiniyalela wona nize niwenze ngenyameko.+ Ningongezi kuwo yaye ninganciphisi kuwo.+ IMizekeliso 30:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Musa ukongeza kumazwi akhe,+ ukuze angakohlwayi, nokuze ungangqineki ulixoki.+
32 Nize nikunyamekele ukwenza kanye njengoko eniyalele uYehova uThixo wenu.+ Ningajikeli ekunene okanye ekhohlo.+