Duteronomi 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Nize ningongezi ezwini endiniyalela lona, yaye ninganciphisi kulo,+ ukuze niyigcine imiyalelo kaYehova uThixo wenu endiniyalela yona. ISityhilelo 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Ndinikela ubungqina kubo bonke abawevayo amazwi esiprofeto salo msongo: Ukuba nabani na uyongeza+ kwezi zinto, uThixo uya kongeza kuye izibetho+ ezibhaliweyo kulo msongo;
2 Nize ningongezi ezwini endiniyalela lona, yaye ninganciphisi kulo,+ ukuze niyigcine imiyalelo kaYehova uThixo wenu endiniyalela yona.
18 “Ndinikela ubungqina kubo bonke abawevayo amazwi esiprofeto salo msongo: Ukuba nabani na uyongeza+ kwezi zinto, uThixo uya kongeza kuye izibetho+ ezibhaliweyo kulo msongo;