Eksodus 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+ Duteronomi 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Nize ningaboyiki, ngokuba uYehova uThixo wenu Nguye onilwelayo.’+ Duteronomi 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba uYehova uThixo wenu uhamba nani ukuba anilwele kwiintshaba zenu, anisindise.’+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+