IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 UYehova uya kunilwela,+ ke nina niya kuthi cwaka.”

  • Eksodus 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 UYehova yindoda enamandla yemfazwe.+ UYehova ligama lakhe.+

  • Numeri 21:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Wathi ke ngoku uYehova kuMoses: “Musa ukumoyika,+ ngokuba ndiya kumnikela esandleni sakho nabantu bakhe bonke nelizwe lakhe;+ yaye uze wenze kuye kanye njengoko wenzayo kuSihon, ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon.”+

  • Duteronomi 1:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 NguYehova uThixo wenu ohamba phambi kwenu. Yena wonilwela+ njengako konke awanenzelayo eYiputa emehlweni enu,+

  • Duteronomi 20:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 kuba uYehova uThixo wenu uhamba nani ukuba anilwele kwiintshaba zenu, anisindise.’+

  • Yoshuwa 10:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Waza uYoshuwa wabathimba bonke aba kumkani nelizwe labo ngaxa linye,+ ngenxa yokuba yayinguYehova uTHIXO kaSirayeli owayelwela uSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share